	ngokubandakanya ukudlalwa	9. isanti namanzi	abhafe kwizikolo zamabanga aphanisi
	kwamabali okanye kubonakaliswe		naphakamileyo.
	imvakalelo okufundisa abantwana	Njengoko exuba egalela, umntwana	  Ukwenza agqibe lipuzzles kuza
	ngabanye abantu, iindawo nokucinga	wasepreschooI ufunda izibalo,	kukhuthaza umntwana wakho akwazi
	lindlela ezilishumi ezisingise kwimpumelelo
			ngemva ekhohlo ekunene. Ngoko ke
			oku kuya kwenza umntwana wakho
			abeneliso elitsolileyo nobuchule
			bokubona obuza kumnceda afunde
	balandelelanise -umzekelo, ukuba	ezinjengobungakanani nobunzima,	ukuzicebela izinto azicingisise ngoxa
	ibati linesiqato, isiqu nesiphelo.	into anokuyenza ngesanti eyomiteyo	esandisa indlela aqwalasela ngayo
	AyUolwimi, ukumameta nobuchule	nemanzi, esakha izindlu neephayi,	nasombulula ngayo iingxaki.
	bomiso-ngqondo nje kuphela obuza	ukuba amanzi nesanti zinjani -	  Kwihlabathi eliguquka ngesantya,
	kuphucuka, koko nobuchule	iziqina, nobuntlalintlali, njengoko	etigxininisa kubuchwephesha,
	bokucinga, nendlela azibona ngayo	kusetyenziswa iindidi ezahlukiteyo	nasekwenzeni izinto ezintsha, imfundo
	izinto iza kukhuthazwa.	zesanti nezinye zinto.	nayo iguqukile. Kuphelile okwa
	  Uza kunikwa nethuba lokuphenduta	  Amanzi aza kumthuthuzela, ngoxa	kugxininisa ekubeni izinto mazifundwe
	imibuzo, acinge ukuba yintoni eza	ukuwagalela kwizitya ezahlukeneyo	ngentloko kwezolo ngoku
	kutandela, akhuphe izimvo zakhe	kuza kumnceda afunde ubungakanani	kugxininiswa ukuba umntu
	amamele ahioniphe nezimvo zabanye.	nobunzima. Kwaye njengoko efaka	makasombulule iingxaki acinge
	Ukuphuhia kotwimi kubalulekile	umbala emanzini, uza kusose afunde	ngobuchule.
	ekukhuleni kwengqondo.	nangemibala. Uza kutunda ngokudada	  Kwipre-school enemfundo
		nokutshona, umzekelo, ukuba igqabi	esemgangathweni, uza kubona
		tiyadada ngoxa ilitye Iincwila.	umntwana wakho ekhuta ezimete,
	o 		ezithemba, ekwazi ukuphila nabanye
	o. uincwadi		abantu, esonwabela ukuba kunye
		in l
	lincwadi zisivula iingqondo.	  ugsaw puzzles	nabanye abantwana, ezimisele
	Umntwana wakho uza kukwazi	Ezi ziza kurnnceda aqwalasele	ukuvakalisa izimvo zakhe exhobe
	ukuzijongela iincwadi ngokwakhe, nto	kwande namagama awaziyo njengoko	nangesakhono esiyimfuneko
	leyo eza kumnceda athande ukufunda	efunda indleta izinto ezimi ngayo	sokusebenza amelane nenguqu
	mva. Abantwana bayakhuthazwa	nezichasi ezinjengonkulu ncinane,	eyenzekayo. 
	ukuba bazithande iincwadibatyelele	nezithelekisi ezifana nonde ndana,	Ungaphoswa zizipho zethu
	namathala apho zibolekiswa khona.	ndekazi, nokuba iphi na into	kwiphepha ama 74
INOBUNONO;
IYAMANGALISA
Icream yokunonophela ulusu iGentle Magic inobunono, unokuyithemba ekondleni nasekukhuseleni ulusu Iwabaseluta.

lGentle Magic ineevithamin neph balance, ukuze ifumise ulusu oluhie, ikwatukhusela nakwizifo nokutshiswa lilanga.
Xa ukhathalela usana lwakho, sebenzisa intwana yeGentle Magic ... uza kuva ukuthamba.

lGentle Magic ... yicream enobunono nesebenza ngokumangalisayo.
lyafumaneka kwiikhemisti neevnkite ezithengisa izithambiso.


uncedo lokuqala
Lisike eli nqaku ulifake kwifayile ogdna kuyo amacebo akucebisa ngoncedo


lokuqala nyonga zonke uze ufumone uncedo xa usengxakini.


OMAWU KWAZI
xa ubandakanyeke kwingozi yemoto
Ngokwazi ukuba ufanele uthini xa ubandakanyeke kwingozi yemoto okanye ukhona xa kusenzeka ingozi unganceda ekusindiseni ubomi babantu abenzakeleyo
	kubafisa uROD BAKER
	1UYINYANI ukuba wena okanye	ukuba balirnele kwithambo lomqolo	Okufanele ukwenze,
	r\
 umntu omaziyo, wakhe	okanye bahmalele ngaphakathi,	   k
wabandakanyeka kwingozi	ukubaguqula kungabenza balimale	nomawunga wenzL..
	yemoto ngenye imini, okanye usaza	kakhulu - kubenze basweleke.	  Ukuba udibana nengozi esandula
	kubandakanyeka, kuba zingaphezulu	  Ungasusi nayiphi into eyenzakalise	kwenzeka, misa imoto yakho
	kwama-400 000 iingozi kwiindlela	umntu esekuloo ndawo enzakele	ujongane neemoto eziza ngaphambili,
	zaseMzantsi Afrika minyaka yonke.	kuyo, enjengeglasi okanye intsimbi -	jikela amavili ngasecaleni, uze
	  Ziyintoni iziphumo? Bangaphezulu	isengathintela ukopha kanti ukuyisusa	ukhanyise ngezibane ezilumkisa
	kwama-10 000 abantu abaswelekayo,	kungabangela ophe kakhulu.	ngengozi. Le nto iza kunceda limoto
	amanye amawaka-waka ayenzakala	  Ukuqinisekisa ukuba ixhoba	eziza ngaphambili ukuba ziyibone
	- ngenxa yentlungu yokushlywa	elilimeleyo liphefumla lula khulula	imoto yakho, futhi naxa
	zizihiobo zabo.	iqhina namaqhosha ekhola.	inokungqunywa ngempazamo ingaya
	  Ngoko ke kubalulekile ukwazi into	Usengalikhulula ibhanti eliqinileyo	ecaleni endleleni endaweni yokuba
	onokuyenza xa unelishwa	okanye isinqa sebhlukhwe eqinileyo	ingene endleleni yezinye iimoto.
	lokubandakanyeka engozini - wazi	- kodwa bahioniphe.	  Ukuba unonxathathu olumkisa
	nendlela oza kuzikhusela ngayo	  Ungamphi kutya okanye amanzi	ngengozi, wubeke kumgama
	ungabandakanyeki engozini.	umntu olimeteyo.	ongangeemitha ezingama-1 00
		  Wogqume onke amaxhoba	ngasemva ukuze iimoto ezizayo
    x b d k k ; ;	ngengubo okanye idyasi ukuze	zibenethuba elaneleyo zokuwubona
                1 ' '	afudumale.	ingozi.
okanye ukhona xa kusenzeka	  Wanike ithemba amaxhoba engozi.	  Ukuba enye yeemoto
 	Waxelele ukuba aza kulufumana	ezibandakanyeke engozini iyatsha,
ungozi....	uncedo kamsinyana, uhiale nawo lude	hlala ulumkfle - itanki yepetroli
 Ukuba udibana nengozi kwaye	lufike uncedo.	inqadubula.
usenganika uncedo, yima kwangoko	  Khangela yonke indawo uqinisekise	  Ungavumeli namnye umntu atshaye
unike uncedo.	ukuba onke amaxhoba akhona.	kufutshane nendawo yengozi -
 Ungabashukumisi abantu	Ngamanye amaxesha imoto ibathi jwii	ukuba itanki yepetroli yonakele
abalimeleyo, ngaphandle kokuba	kude, okanye bayazula bothukile.	okanye ipetroli iyavuza, ukutshaya
basesengozini yokulimala, okanye	  Jkuba udibana nengozi kwaye	kungabangela umlilo.
imoto iza kutsha - nditsho kwiimoto	akukho ncedo unokulinika, okanye	  Ukuba uneselfowuni, biza
ezidlulayo.	akukho mfuneko kuba amagosa sele	aboncedo. Ukuba awunayo, cela
 Ukuba kufuneka ususe umntu,	ekhona okanye abantu sebenikeza	kwindlu ekufutshane usebenzise
kwenze oko ngocoselelo, ubayeke	uncedo, DLULA. Ngokuma kuba	ifowuni yakhona okanye umise iimoto
bekulo ndawo. Ukuba kukho indlela,	utuna ukubona into eyenzekileyo,	ezidlulayo (ylma kakuhie ecaleni
basuse ngocoselelo ubabeke	ungabangela ingozi kwezinye iimoto	kwendlela) ubacele ukuba bazise
eplangeni elibanzi okanye ubabeke	kwaye ungenza umsebenzi wabanye	amagosa ngeenkcukacha zendawo
kucango ukuze bahiale	abantu abancedisayo ubenzima	apho kwenzeke khona ingozi
bangashukumi. Kungenxa yokuba	kakhuiu.	nangenani labantu abalimeleyo.

132 BONA XHOSA - April 2000


















Ndifuna ukubhalelana namanenekazi aneminyaka engama-35 ukuya kwengama38 nafuna ukuzinza ebomini, Ndithanda ukubukela umabonakude. ukuphulaphula umculo nokufunda. Ndicela andibhalele ngesiXhosa. isiNgesi, isilswana okanye isiBhulu kule dilesi: ALFRED BROOKS, P0 Box 20046,
Kutlwanong Club 200, Kimberley	Ndiyindoda eneminyaka
8300.	engama-48 enqwenela
	ukubhaleiana
UJOSE ALFRED oneminyaka	namanenekazi aneminyaka
engama-20 waseMozambique	engama-2o ukuya
unqwenela ukubhalelana	kwengama-40. Makancede
nabantu balo lonke ihlabathi.	andibhalele ngesiXhosa
Uthanda ukubhala iileta,	kwidilesi ethi: MXOLISI NKABI,
ukuphulaphula umculo	P/Bag X346, Whittlesea 5360.
USIPHO BOOt ngumfana oneminyaka engama-30 nothanda ukubhalelwa ngamanenekazi anemnyaka engama-25 ukuya kwengama29. Uthanda ibhola, umculo wepop nowamarasta noefihim ezihhekisayo. Ungumfana ongaseiyo. Nceda umbhalee ngesiXhosa nangesiNgesi kwidilesi ethi: St Alban's Maximum Prison, P/Bag X6055.
Port Elizabeth 6000.
wehiphop. ukuncokola nokuzenzeha abahiobo. Ucela nimbhalele ngesiNgesi okanye isiPutukezi uthumele nefoto yakho. Idles yakhe Ithi: ADPP Colegio Maputo C.P.489, Rua Berta Caido Machava, MaputoMozombique.

USIPHO NTLOKWANA
ngumfana oneminyaka engama-27 yaye unqwenela ukubhalelwa ngamanenekazi aneminyaka engama-26 ukuya kuma-29. Uthandana umdlalo wejudo, ukuthungc:
impahia, ukulungisa iirediyo kwaye uhilungu heAzanian People's Liberation Army. dues yakhe ithi: St Atbon's Maximum Prison P/Bag X60055, Port Elizabeth 6000.
UXOLA VICTOR DALA lityendye ehineminyaka engama-26 elifuna ukubhalelana nabantu abaneminyaka engama-26 ukuya kwengama-56. Uthonda ukubukela IV nebbola. Mbhaleie ngesiXhosa okanye ngesiNgesi kwidiiesi ethi: North End Correctional Services, P/Bag X2950, Port Elizabeth 6001.
u-ELLIOT SOGQOKAMASHE wase-7804 Site and Service, KwaZakhele, P0 Port Elizabeth 6205 unqwenela ukubhaielwa ngabantu abaneminyaka engama-3o. Uthanda ukubukela IV, ibhola nokufunda iliefa. Ncedani nimbhalele ngesiXhosa nangesiNgesi.
Ndihinene ehineminyaka engama-35 elinqwenela ukubhalelwa ngamanenekazi athembekiieyo, Bhaiela uMR DAVID NDZIMA, St Albans Maximum Prison, P/Bag X6056, Port Elizabeth 600.1
UXOLANI POISHO
uneminyaka engama-29 yaye unqwenela ukubhaielwa ngamanenekazi aneminyaka ephakathi kwama-20 nama
25- abe akasehi yaye akatshayi. Uthanda umcuio wegospile nejazz, ukufunda BONA, ukubukela ilfilim, ukupheka nokubukela IV, Ncedani nimbhalele ngesiXhosa. isiNgesi okanye isiZuiu nize nithumele incwadi zenu kwidilesi ethi Maimesbury New Prison, P0 Box 09, Unit 6B, South 2, Malmesbury 7300.
T

with ivwv
1E1IUL
UZODWA DLAMINI ulinenekazi eflneminyaka engama-30
lase-PO Box 12948, Mowbray 7705, yaye uthanda ukubhalelwa ngamadoda aneminyaka ephakathi kwama-36 nama-40. Uthanda ukubukela umabonakude yaye abanomdha mabambhalele ngesiZulu okanye ngesiXhosa. lfeksi yakhe ith (021) 689-9110.
V.11.1_v_v
1liIU1
LF
	H NGOKUNGENELA iBona WORD PUZZLE YETHU		neDonation Coupon yakho kwimvuiophu
	UYA KUBA UNCEDA ABANTU ABANINZI. Kunjolo		enye uze uyithumeie ap ha: Bona Word
	konye. mali oyithumeloyo iyo ebhankini. ize ke		PuIe, Box 3204o, Mobenl, 40o0.
	isetyenziswe ekuncedeni abantu bokowethu		Ungawaposi nge-rejista amangerielo
	kwilizwe uiphela. Isetyenziswo ekwakheni iipoki		akho, kunoko, se-benzisa lao mail
	zokudlalela, ekuthumeleni obantwana		yerejista ngokuzahsa amanye
	esikoiweni, ekwakheni omagumbi okufundela		amangenelo, uze uqinusekise ukuba
	nokwezinye izinto ezininzi ngokunjalo. Ngako	UVAYIBONA KE INDLELA	amangeneuo akho uwaposa kakuhie
	oko ke. khumbula. uyo kubo uncedo abonye		phambl komhIa wokuvaiwa kolu
	abontu,	   EKULULA NGAYO!	khuphiswano ongulo:
	UYA KUBA UVAZINCEDA NAWE. Kulungile ke, ie
	puzzle iya kukuncedo ekufundeni isiNgesi.		   28 APR ILl 2000
Ukubo unegama ongolaziyo, buzo kumhlobo
	wakho ukubo lithetho ntoni no, okanye ke	KU LUNG I LE KE!	IM ITHETHO
		   Uo
WORD PUZZLE NO: 33
UNGAWINA
i-R30 000!
KODWA XA LINGEKHO INGENELO
ELICHANE NGOKUTHE GQATHU, INGENELO
ELINEEMPOSISO EZIMBALWA LIYA KUWINA
'i-R6 000!
			Ngoku ke, bhala ukuba iposoda yakho
	KUQALA. FUNDA APHA	NGENELA NGOKU!	mayihlawuiwe kwiBONA uze ke ufake
			iphepha elo hphuma kwiBona kunye
	ulikhongele kwisichazi-mogomo. Uyo
			1. Ungawathumels amangenelo abe maninzi
	kumongoliswo yindlela isiNgesi sokho esiyo kuya	Ingenelo ngalinye olizalisayo lixabisa	kangangoko uthanda. Bhalani ngebaHpoint kuphela.
siphucuka ngokuphucuko ngayo. Kanti
	rigaphezuiu, unokuwino isityhwentywe seMALl	i-Ri. Lilonke ke xa uzalise Ialinye	tikopi ezifotiweyo kunye nezlnye iikopi ezifanetekileyo
			ziya kwamkelwa. Amangenelo kufuneka akhatshwe
		kufuneka uthumele Donation	ylDonation Coupon okanye iPostal Order yemali
		Coupon ye-Ri, ukuze uthi ukuba	epheleteyo kunganjalo akasayi kwamkeleka..
	0 MAVVU KVVENZE	uzalise amabini, be yiDonation	2. AmangenetO akasayl kwamkeleka ukuba ngaba
		Coupon ye-R2. Ukuba ke uwazalise	omnye unobumba ubhalwe phezu komnye okanye
			nawaphi na amagama engafundeki.
	Kuqala, jonga kwikhasi elilandetayo.	osixhenxe Ia mangenelo, kuya	3. Akakho oya kugqitha ngaphaya kwezigqibo
	Ubona ingenelo neepuzzle ezintathu,	kufuneka uthumele Donation	zabagwebi.
	ziyafana zonke? Kulungile ke, inye kuzo	Coupon ye-R7, Ezi Donation Coupon	4. Nabani na angalungenela, ngaphandle kwaba
			sebenzi base-Caxton Magazines kunye neentsapho
	IiNGENELO, kwaye ukuba ujonga	zifumaneka eposini.	zabo ezikututshane.
	ngaphaya kwikhasi, uya kufumana		5. Naliphi na ingenelo elifika kuthi emva komhta
	amanye amangenelo amane. Ngoku ke,	   U KUTH U ME LA	wokuvala alisayi kusiwa so. Asisayi kuba natyala
	uyayibona no Indlela ipuzzle eyenziwe		ngaefomu zokungenela ezilahlekayo okanye ezifika
			emva komhla wokuvala.
	ngayo yozizivakalisi ezingama-20,	AMANGENELO AKHO	6. Ukubaakakho owirie mpela, ibhaso lentuthuzelo
namogoma omabini okanye amathothu
	kwizibiyeli kwindawo ethite nje		elingama-Re 000 IiYa kunikwa umntu othumele
			ingenelo eliphantse lachana. Ukuba kukho
	kwisivakolisi ngasinye? Ngoku ke,		abantu abangaphezu komi.ye kwibhaso elikhutu
	kuphelo omawukwenze kukuba ugqibe	Makhe sithi nje uzalise amangenelo	okanye kwelentuthuzelo mali iya kwabiwa
	ngeIona gama lilunge kweso sivakalisi	amahlanu. Loo nto ke ithetha ukuba	ngokullnganayo.
	kwiseti nganye yezibiyeli kwisivakalisi	kuya kutuneka uthenge iDonation	7. Iama okanye amagama abaphumelele kwiWord
			Puzzle No 33 aya kukhutshwa kushicilelo luka-Julayl
	ngasinye uze ulibhate ke kwizithuba	Coupon ye-R5 (ukhumbule, ingenelo	2000 weBona.
	ezingakwisivokalisi ngasinye, ubhala	ngalinye Iiyi-R1). Ngoku ke, bhala	8. Amabhaso akukhutshelwa kuphela abakwi
	unobumba abe mnye kwibhloko ngonye.	igama lakho ne-dilesi kwifomu	ndawo ezisebenzisa tRandi eziyimall yoMzantsi-Afrlka.
			9. Abantu abaphumelele kwi Word Puzzle kufuneka
Kanti ke usenokuziva ufuna ukukhetha
elinye igama kwizivakalisi xa uzaliso	yokungenela esekugqibeleni ecaleni bavume ukutotwa.
elinye ingenelo. Kanti ke, usengawenza kwepuzzle ezintathu kwikhasi.	10. Amabhaso angalandwanga ngabanini bawo de angafani onke amangeneto akho. NGOKU - OKU KUBALULEKE KAKHULU. kwapheta itnyanga ezi-6 abasayi kuwafumana. Phofu ukuba wenza ngale ndlela KRAZULA IPHEPHA LEMAGAZINI LONKE Khumbula, kuya kubakho iWord Puzzle eNTSHA unethuba etibhekete phaya tokuwina NGOCOSELELO MUSA UKUSIKA UKHUPHE kwiBona yenyanga elandelayo, ekunika ELINYE ibhaso elikhulu.. Nanku umzekelo NALIPHI NA KUMANGENELO. ithuba lokuwina ibhaso ellkhulu esandleni! wokuzolisa isivakatisi ngasinye:
	136 BONAXHOSA-April 2000	.		..	:
					/..











